The Journey (feat. Toshi)
4
views
Lyrics
Babesithi Babesithi Iyooh Babesithi Babesithi Iyhoo Babesithi lento yethu iyo khawlez'iphele Babeyijonge ngamany'amehlo Oh kodwa baphoxekile Ngoba ngoba ngoba Uthando lwami nawe, alehlulwa(iyooh) Babesibalel'iminyaka Babesibalel'intsuku Besibalel'iveke Babasibalel'into yonke Babesithi babesithi yhoo! Kanti,kanti,kanti Uthando lwam nawe,alehluhlwa ♪ Iyohhh Wembebembe owahh Wembebembe owahh Kodwa awesekho Babeqing'ukba benze Ndizaba qelel'into ephakath'kwenhliziyo yam Andibajongi neze Babeth'emva kwendlu
Audio Features
Song Details
- Duration
- 05:51
- Key
- 2
- Tempo
- 123 BPM