Bambolwam (feat. Simphiwe Dana)
4
views
Lyrics
Ndikuthande njalo dali wam Ndikuthande njalo Ndikuthande njalo dali wam Ndikuthande njalo Ndikuthande njalo dali wam Ndikuthande njalo Ndikuthande njalo dali wam Ndikuthande njalo Ulubambo lwam Uyinto yonke kum Ndikuthande njalo Njalo Bamb' isandla sam Uyinto yonke kum Ngeke ndikushiye noma nini Noba bangathini Ngeke ndikushiye noma nini na Noba bangathini na Bamb' isandla sam Uyinto yonke kum Ndikuthande njalo Njalo Ngeke ndikushiye noma nini Noba bangathini Ulubambo lwam Bamb' isandla sam Ndikuthande njalo Ulubambo lwam Sohlala silibheka litshon' ilanga Ulubambo lwam Bamb' isandla sam Ndikuthande njalo Kuyophela imilambo Nelanga lingatshoni Ngaphambi koba ndikushiye Ulubambo lwam Ulubambo lwam Sobabini nge' sihluwe lutho Sobabini s'thandwa sam Uzundithembe Ngeke ndikulahle Ulubambo lwam Ulubambo lwam Ngeke ndikushiye noma nini Noba bangathini Ulubambo lwam Bamb' isandla sam Ndikuthande njalo Ulubambo lwam Sohlala silibheka litshon' ilanga Ulubambo lwam Bamb' isandla sam Ndikuthande njalo
Audio Features
Song Details
- Duration
- 05:27
- Key
- 3
- Tempo
- 123 BPM