Yise (feat. Bongeziwe Mabandla)
Lyrics
Xa ndihamba, kwelilizwe 'Bantu bayandibuz'ukuba ndingowaphi Bathi, "Lona, hay'uzalwa ngubani?" Andiyaz'ukuba ndiphendule ndithini Ngoba andiyaz'ukuba, ukuba Hay'andiyaz'ukuba Mna ndingubanina Ndihlel'emawen' ndilind'ufike Ufik'undibambe Ndihlel'emawen' ndilind'ufike Ufik'undibambe ♪ Ebusuku, andilali mna Ndiv'abantu bendibiza ngegama Bathi mandiwele nami Andiyaz'ukuba ndiphendule ndithini Ngoba andiyaz'ukuba, ukuba Hay'andiyaz'ukuba Mna ndingubanina Ndihlel'emawen' ndilind'ufike Ufik'undibambe Ndihlel'emawen' ndilind'ufike Ufik'undibambe Ufik'undibambe (undibambe) Ufik'undibambe (undibambe) heyi Ufik'undibambe (undibambe) Ufik'undibambe (undibambe) Ufik'undibambe (undibambe) Ufik'undibambe
Audio Features
Song Details
- Duration
- 03:02
- Key
- 9
- Tempo
- 101 BPM